Isolezwe lesiXhosa - 4 Dez 2025
Yonwaba, khenketha ephondweni lakho, itsho iECPTA
Abantu baseMdantsane babuyiselwe isidima ngeziqinisekiso zobunini bezindlu
Abantu bayalumkiswa ngomyalezo ongeyonyani okhala ngesibonelelo esitsha
UCapa uhlaba ikhwelo ebantwini ukuba bavavanyele intsholongwane kagawulayo
Amaxabiso amafutha onyukile
Amapolisa aseGonubie acela uncedo ekufaniseni umzimba wendoda eyabhubha kunyaka ophelileyo
Isikolo saseMotherwell sifumene iziko lombane welanga
ICoega ifumene uphicotho lweencwadi olucocekileyo okwesithandathu
Umsasazi uphakathi kwabarhanelwa abahlanu abavele enkundleni ngokuthumela amadoda emfazweni
Ramaphosa: Siza kuqhubela phambili nokuthethathena noRhulumente waseMelika
UMbalula uthi inkomfa yeANC ayikho ngoRamaphosa
Iinzame zikaZuma zokubhena ukuhlawula iR28.9 million kumbuso
UMabuyane neMelika baqinise ityathanga lentsebenziswano kule veki
Mchunu: ‘Andizange ndityholwe ngobuqhophololo, nakanye’
Iinzame zokunceda iintsapho ezichatshazelwe yimililo eNtshona Koloni ziyaqhubeka
Amabhokobhoko avala unyaka ehlel’phezulu emva kokugqugqisa eYurophu
IPirates ibeke iliso layo kwindebe yeCarling Knockout Cup
UGregg Berhalter ucacisa okubangele iChicago Fire ithathe uMbokazi
Idyokhi ephambili eMpuma Koloni inqwenela ukuphalisa ihashe layo
at PressDisplay
Newspapers from South Africa
Newspapers in Xhosa