Isolezwe lesiXhosa - 16 Okt 2025
Ibhulorho entsha kulindeleke ukuba iphucule ubomi babantu baseChebe
UMbali uphumelele ityala loqhawulo mtshato
Iforam yaseMdantsane ixhaswe ngezixhobo zokuncedisana nayo
Baselula ngokweminyaka abarhanelwa ababanjelwe ukuxhwila imoto eGqeberha
Iza nemisebenzi iNgcobo Mall eyakhiwa sisigwili sakwaNgebulana
Iseziseleni indoda ekrwitshe yabulala unoteksi waseBhityi ngomtya wesihlangu
Kufuniswa ngezihlobo zikaNoluthando Siko waseRhini
URamaphosa uyavuma ukuba uyamazi otyholwa ngobuqhophololo
USibiya: ‘Bendinobudlelwane obuhle noMkhwanazi’
Kungenwa kwinyanga yesithathu elahlekile utata wakwaMlungisi!
Kuqhekezwe kwindawo ehlala abafundi kwabhubha omnye eNMU
Ubungqina bengqina kwiKomishini kaMadlanga bunqunyanyisiwe ukumkhusela
Anikwe izixhobo zokulima amafama aseNgqushwa ukuze agxoth’ ikati eziko
‘Uyakuhlala usisibane esingacimiyo ebomini bam’ - utshilo unkosikazi uPhilisiwe Mthethwa
Kubhubhe amashumi amane anesibini (42) abantu engozini yebhasi
Umsebenzi wasefama udutyulwe ngempazamo wabhubha yinkwenkwe ena11
Kuza kudlana iintsimbi kwakhona kwiBrutten ngempelaveki
IChippa United idibana neMarumo Gallants emdlalweni weBetway Premiership
Imbaleki yaseNgqeleni izimisele ukuvala unyaka ngendlela encomekayo
Akanamazwi uHugo Broos obuyisele aBafana Bafana kwitumente yehlabathi
Amakhosi angena kwisigaba esibalulekileyo seCAF Confederation Cup!
Ayizimiselanga kunikezela imbaleki yakuGatyane ethubeleza ebunzimeni
at PressDisplay
Newspapers from South Africa
Newspapers in Xhosa